Ulwazi lwabafundi abenza ibanga lesixhenxe _Grade 9_
Document Sample


0000
SILINDELE USITSALELE UMNXEBA
Sitsalele umnxeba xa ufuna ulwazi oluthe vetshe ngezifundo
esizinikezelayo. Khumbula, ukukhetha unolwazi ocetyisiweyo ngalo
kokona kungcono.
Imibuzo:
• Port Elizabeth campuses – Tel: 041 504 9923
• George Campus – Tel: 044 801 5111
• Marketing and Corporate Relations• PO Box 77000
• Nelson Mandela Metropolitan University
• Port Elizabeth 6031 Ulwazi lwabafundi
• Website: www.nmmu.ac.za abenza ibanga lesixhenxe
• E-mail: info@nmmu.ac.za (Grade 9)
July 2010
Wamkelekile kwilizwe lethu Izifundo ezikhethiweyo zesikolo Kwenzeka ntoni ngePhysical Science?
Kufuneka uphumelele umlinganiselo wokupasa
Unamaphupha, unesakhono, kodwa uza kufikelela njani kwiinjongo zakho? Xa ufuna ukwenza idigri, qiniseka ukuba izifundo omiselweyo ukuze wamkelwe kwiPhysical Sciences
Isiqinisekiso sase dyunivesithi, singakunceda ube nekamva eliqaqambileyo. Konke zakho ezine kwezisixhenxe ozifundayo, zikhona kula macandelo alandelayo:
oku kuxhomekeke kwizigqibo ozithathayo ngoku ukwibanga lika Grade9. Sikhona kuluhlu lwezifundo ezikhethiweyo, kwaye kufuneka Chemistry
ubuncinane isifundo ngasinye usipase kwiqondo Biomedical Technology
ukukuncedisa ukuthatha izigqibo ezizakubangela ukuba amaphupha akho afezeke. lesine-4(50-59%). Engineering (incl. civil, electrical, industrial,
Xa ufuna ukufaka isicelo sokwenza idigri, kufuneka mechanical & mechatronics)
ukhethe kolu luhlu lulandelayo isifundo esinye Environmental Health
Okufuneka ukwazile Ndizikhetha njani izifundo okanye ngaphezulu , kodwa kufuneka zingabikho Leather Technology
zam ezinokundingenisa kwiqela elinye zonke. Nursing Science
Kufuneka wazi oku… Pharmacy
Ukuzazi kunye neziphiwo zakho edyunivesithi? Accounting Languages Polymer Technology
Ukuqonda ngezemfundo Agricultural Sciences Life Sciences Radiography
Ukuqonda ngezemisebenzi kunye neemfuno Izifundo ozikhethileyo ku Grade 9, ziya kuba Mathematics or Wood Technology
zemisebenzi eyahlukeneyo nempembelelo ebalulekileyo kuhlobo lwenkqubo ofuna Business Studies
Mathematical Literacy
Ngokuqonda nokuba nolwazi ngale mida,
uyakuxhobiseka ngcono khon’ukuze ukwazi
ukwenza isicelo kulo xa ufuna ukungenela imfundo
ephakamileyo. Ezi zifundo kufuneka zingqamane
Dramatic Arts Music Ikhonco phakathi kokhetho
Economics Physical Sciences
ukukhetha izifundo zesikolo neziqinisekiso ezifunekayo nekhondo onomdla kulo. Kuphephe ukuthatha izifundo Engineering Graphics
lwezifundo zasesikolweni kunye
ukuze ufumane umsebenzi wephupha lakho okanye kuba abahlobo bakho besenza zona. and Design
Religion Studies nemfundo yedyunivesithi
ukwazi ukuqhuba ishishini lakho ngenye imini. Geography Visual Arts
Xa ufuna idiploma, kufuneka iNSC yakho ibe History Higher education Possible school
Ndingaqalaphi? kwiqondo lesithathu 3(40-49%) okanye okungcono
Information Technology
Consumer Studies fields of study subjects to consider
Ngenxa yobuninzi benkonzo zemisebenzi kwiqondo lesine elamkelekileyo lezifundo eziqulathe
Science, Engineering, Mathematics
efumanekayo, ungade ungaqiniseki ngesigqibo iikhredithi eziyi 20 zeNSC, kwakunye
IT and Health Sciences Physical Sciences
sakho. Ngoko ke: nezinye imfuneko zedyunivesithi.
(excluding professions Economics
Xoxa izicwangciso zakho nabahlobo bakho, Naku okubalulekileyo such as Psychology Information Technology
abazali okanye utitshala ongumncedisi wakho. Xa ufuna isidanga sedigri and Social Work). Computer Applications
Undwendwele imiboniso yeenkonzo zemisebenzi. (umzekelo BCom okanye BSc), Izifundo zobalo (Maths): Kuza kufuneka ube neMaths Technology
Undwendwele iindawo zemsebenzi uthethe kufuneka ube neNSC ekwiqondo hayi iMaths Literacy xa uza kwenza idiploma okanye Life Sciences
nabasebenzi. lesine-4(50-59%) okanye idigri kumacandelo afana nala: Agricultural Sciences
Uthethe nabafundi abafundela oko unomdla kuko, kwizifundo ezine Accounting Engineering Graphics
kwaye ezamkelekileyo zeNSC Architectural studies and Design
Usetshe kwi intanethi uze ufunde ngekhondo eziqulathe iikhredithi eziyi Bachelor of Science (BSc) programmes
Business & Economic Mathematics
ofuna ukulilandela 20 kuluhlu lwezifundo Biochemistry
Sciences Accounting
Ukuba usafuna uncedo ekukhetheni izifundo okanye ezikhethelwe oko, Biomedical Technology
Business Studies
inkonzo yomsebenzi, thetha nomntu onceda abantu kunye nezinye imfuneko Business & financial studies
Economics
ukuthatha izigqibo kwelo candelo (career counsellor) zedyunivesithi. Chemistry
Consumer Studies
Computer Science & Information Systems Information Technology
okanye inzululwazi kwezengqondo (psychologist).
Construction Studies & Construction Economics
Engineering (incl. civil, electrical, industrial, Humanities Mathematical Literacy
Isiqinisekiso esiPhezulu seSizwe mechanical & mechatronics) (journalism, media Languages
and communication, History
(National Senior Certificate) Education (for prospective maths, physical sciences
or accounting teachers) drama, graphic Geography
Information Systems design), Health Visual Art
Isiqinisekiso esitsha sokuphumelela sebanga leshumi eMzantsi Afrika esiyi Mathematics & Mathematical Statistics Sciences (helping
National Senior Certificate (NSC), sithathe indawo ye siqinisekiso sematric Microbiology professions and sport
kunye nesiqinisekiso esidala esiphezulu (old senior certificate). Physics & recreation), Law
I NSC inoluhlu lwezifundo ezitsha ezibanzi. Isikolo sakho singangabinazo zoyi Pharmacy and Teaching
29 izifundo eziyinxalenye yale NSC intsha, kodwa kufuneka sikunike ilungelo Polymer Technology Source: Into Higher Education, October 2007
lokukhetha izifundo ezaneleyo ukuze ukwazi ukwamkeleka edyunivesithi.
Get documents about "